1 Corinthians 15:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa oku ndiyakutsho, bazalwana! ukuba yona inyama negazi ayingelidle ilifa lobukumkani bukatixo; kanjako ukubola akulidli ilifa lokungaboli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke, bazalwana, nditsho ukuthi, inyama negazi azinako ukubudla ilifa ubukumkani bukaThixo; nokonakala akunakukudla ilifa ukungonakali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, bazalwana, nditsho ukuthi, inyama negazi azinako ukubudla ilifa ubukumkani bukaThixo; nokonakala akunakukudla ilifa ukungonakali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nditshoyo ke, mawethu, ndithi into eyenziwe ngenyama negazi ayinakubudla ilifa ubuncwane bokulawulwa nguThixo, kwaneyonakalayo ayinakungonakali.