1 Corinthians 15:54 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku okuya oku okubolayo kwambete ukungaboli, n okuya oku okufayo kwambete ukungafi, kuya kwandula kwenzeka elozwi liba̔liweyo ukuti: Ukufa kuginyelwe elwoyisweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa ke oku konakalayo kuthe kwambatha ukungonakali, noku kufayo kuthe kwambatha ukungafi, liya kwandula ukwenzeka ilizwi elibhaliweyo lokuthi, Ukufa kufincelwe eloyisweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ke oku konakalayo kuthe kwambatha ukungonakali, noku kufayo kuthe kwambatha ukungafi, liya kwandula ukwenzeka ilizwi elibhaliweyo lokuthi, Ukufa kufincelwe eloyisweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke le mo yonakalayo seyambethe ukungonakali, naxa le mvelo ifayo seyambethe ukungafi, iya kuzalisekiswa ke le ndawo yeziBhalo ithi: “Ukufa kubhangisiwe; ukufa kufincelelwe eloyisweni.”