1 Corinthians 15:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kamva wabonakala kwabazalwana abapezulu kwabangamakulu mahlanu ngexesha linye, abati into eninzi yabo bahlale kude kube kaloku nje, kodwa inxenye balele kukufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kuko wabonwa ngaxesha linye ngabazalwana abangaphezu kwamakhulu amahlanu, abasahleliyo nangoku abona baninzi kubo;inxenye ke yalala ukufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni kuko wabonwa ngaxesha linye ngabazalwana abangaphezu kwamakhulu amahlanu, ababengaphezu kwamakhulu amahlanu; abasahleliyo nangoku abona baninzi kubo; inxenye ke yalala ukufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ubonakele ngaxesha-nye nakubalandeli bakhe abangaphezu kwamakhulu amahlanu, abasekhoyo nangoku abaninzi babo, nakuba babhubhayo nje abanye.