1 Corinthians 15:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kamva wabonakala ku‐Yakobi; wandula wabonakala kubapostile bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva koko wabonwa nguYakobi, kamva ngabo bonke abapostile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko wabonwa nguYakobi; emva koko kubo bonke abapostile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphindile wabonwa nanguYakobi, wabonwa *nangabathunywa xa bebonke.