1 Corinthians 15:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati emveni kwabo bonke, njengakulowo uzelweyo lingekabiko ixesha, wabonakala nakum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekugqibeleni ke kwabo bonke, kwanga kukwinto ezelwe lingekabi lilixa layo, wabonwa nandim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekugqibeleni ke kwabo bonke, kwanga kukwinto ezelwe lingekabi lilixa layo, wabonwa nandim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ekugqibeleni, ngokungathi mna ndizelwe emva kwexesha, wabonwa nandim.