1 Corinthians 15:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba mna ndingomncinane kubo bonke abapostile, ondingafanelekile ukuba ndibizwe ngompostile, ngenxa yokuba ndayitshutshisa iṙemente katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba mna ndingoyena mncinanana kubapostile, endingafanele kubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa enokuba ndalitshutshisa ibandla likaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mna ndingoyena mncinanana kubapostile, endingafanele kubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa enokuba ndalitshutshisa ibandla likaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kuba mna ndingoyena uphantsi kubo bonke abathunywa, akufanele nokuba kuthiwe ndingumthunywa, kuba ndalitshutshisa ibandla likaThixo.