1 Corinthians 16:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa xeshekweni kufikayo u‐Timote, lumkani ukuba abeko kuni engenakwoyika: ngokuba esebenza umsebenzi wenkosi, njengokuba ndisenje njalo nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, ukuba uTimoti uthe wafika, ize nikhangele ukuba angabi nakoyika phakathi kwenu; kuba uyawusebenza umsebenzi weNkosi, kwanjengam,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uTimoti uthe wafika, ize nikhangele ukuba angabi nakoyika phakathi kwenu; kuba uyawusebenza umsebenzi weNkosi, kwanjengam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kwenzekile uTimoti wagqitha ngapho, ze nincede nimamkele, atsho azive esekhaya. Kaloku naye usisicaka seNkosi njengam.