1 Corinthians 16:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makungabiko umntu ngoko omdelayo: kodwa mpelekeleleni ngoxolo, ukuba eze kum: ngokuba ndimkangela kunye nabo abazalwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize kungabikho bani ngoko umenza into engento.Mphelekeleleni ke nixolile, ukuze eze kum; kuba ndimlindile kunye nabazalwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makungabikho mntu ngoko umenza into engento. Mphelekeleleni ke ninoxolo, ukuze eze kum; kuba ndimlindile kunye nabazalwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musani ukumdela, koko mncedeni ukuze alufeze uhambo lwakhe ngoxolo, eze apha kum. Nam ndimlindele apha kunye namakholwa.