1 Corinthians 16:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa okwake u‐Apolosi umzalwana wetu, ndamkunga kakulu ukuba eze kuni kunye nabo abazalwana: kanti ibingeko kanye intando yokuba eze kaloku nje; kodwa uya kuza okuya anexesha elifanekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, ngaye nApolo umzalwana, ndamvuselela kakhulu, ukuba eze kuni kunye nabazalwana. Kuye akubangakho kanye ukuthanda ukuza okwakalokunje; woza ke, xa athe wanethuba elilungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, ngaye nApolo umzalwana, ndamvuselela kakhulu, ukuba eze kuni kunye nabazalwana. Kuye akubangakho kanye ukuthanda ukuza okwakalokunje; woza ke, xa athe wanethuba elilungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uwethu uApolo ndandimkhuthazile ukuba anihambele kunye namanye amakholwa, kodwa ke akakafuni kuza ngoku. Phofu ke uya kuza akulifumana ithuba.