1 Corinthians 16:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bepumzile owam umoya nowenu: bukani ngoko abanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba bawuphumzile umoya wam nowenu. Bazini kakuhle ngoko abanjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bawuphumzile umoya wam nowenu. Bazini kakuhle ngoko abanjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bandixolisa njengoko nani benixolisile. Kufuneka athathelwe ingqalelo amadoda anjengala.