1 Corinthians 16:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iṙemente zase‐Asiya ziyanibulisa. U‐Akwila no‐Pirisila bayanibulisa kakulu enkosini, kunye neṙemente esendlwini yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ayanibulisa amabandla kaThixo akwelaseAsiya. Bayanibulisa kunene eNkosini uAkwila noPrisila, kunye nebandla elisendlwini yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ayanibulisa amabandla aseAsiya. Bayanibulisa kunene eNkosini uAkwila noPrisila, kunye nebandla elisendlwini yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ayabulisa amabandla ephondo laseAsiya. UAkwila noPrisila, kwakunye nebandla elingenela emzini wabo, bayabulisa ngokwabantu beNkosi.