1 Corinthians 16:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngowokuqala umhla weveki mabati bonke ngabanye kuni babeke into kubo, bebekela ngoko kusukuba behanjisiwe kakuhle ngako, ukuze kuti ndakufika, zinganduli zenzwe inkongozelo oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngolokuqala usuku, iiveki ngeeveki, elowo kuni makabeke ekhaya, eqweba, into asukuba esikelelwe ngayo; ukuze kungathi, ndakuba ndifikile, kwandule ukubuthwa imali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngolokuqala usuku, iiveki ngeeveki, elowo kuni makabeke ekhaya, eqweba, into asukuba esikelelwe ngayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NgeCawe nganye umntu ngamnye makaqokelele isixa esithile semali, ngokwengeniso ayizuzileyo, asibeke bucala, ukwenzela ukuba ningaqali ukuqokelela ndakuba ndifikile.