1 Corinthians 16:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba kuti kufanele ukuba ndihambe nam, baya kuhamba kwa kunye nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba kuthe kwabonakala ukuba nam ndiye, bohamba kunye nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba kuthe kwabonakala ukuba nam ndiye, bohamba kunye nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kuyimfuneko ukuba nam ndiye aya kuselehamba nam.