1 Corinthians 16:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndiya kuza kuni, okuya ndicandileyo i‐Masedoniya; ngokuba ndicanda i‐Masedoniya:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuza ke kuni, xa ndithe ndacanda kwelaseMakedoni, kuba ndiya kwanela ukucanda nje kwelaseMakedoni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko ndiya kuza kuni, xa ndithe ndacanda kwelaseMakedoni, kuba ndiya kwanela ukucanda nje elaseMakedoni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emveni kokuba ndigqithile eMakedoni, ndiya kuza kufika nalapho eKorinte. Kaloku ndiza kucanda kwelaseMakedoni.