1 Corinthians 16:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndingafuni ukunibona ngoku ekudluleni; kodwa ndiyatemba ukulibala kuni ixesha elitile, xeshekweni kuvunyelwayo yinkosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba andithandi ukuba ndinibone ngoku ndidlulayo; kodwa ndithemba ukuba ndokha ndihlale kuni ixesha elithile, ukuba iNkosi ithe yavuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba andithandi ukuba ndinibone ngoku ndidlulayo; kodwa ndithemba ukuba ndokha ndihlale kuni ixesha elithile, ukuba iNkosi ithe yavuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba iNkosi iyavuma, bendingàthandi kudlula nje, bendingathanda ukukhe ndibe nethutyana ndihleli nani.