1 Corinthians 16:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndivulelwe ituba elikulu, elisebenzekayo; kanjalo bako abalane abaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ndivulelwe umnyango omkhulu onamandla, bebaninzi nabachasi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndivulelwe umnyango omkhulu onamandla, bebaninzi nabachasi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apha kukho ithuba elihle elivulelekileyo lokusebenza, kodwa ke nenkcaso ikwankulu kangako.