1 Corinthians 2:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okungeko namnye wabapati belilizwe likoyo obazileyo: ngokuba bona ukuba bebebazile, ngebengayikuruseshanga inkosi yobungcwalisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekungabangakho namnye wabaphathi beli phakade ubaziyo (kuba, ukuba babebazi, ngebengayibethelelanga emnqamlezweni iNkosi yozuko),
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ekungabangakho namnye wabaphathi beli phakade ubaziyo; kuba, ukuba babebazi, ngebengayibethelelanga emnqamlezweni iNkosi yozuko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akubangakho namnye ke wabaphathi beli hlabathi ubazileyo obo bulumko, kuba, ukuba babebazile, ngebengayibethelelanga emnqamlezweni iNkosi enobungangamsha.