1 Corinthians 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndite ngokwofefe lukatixo endanikwa lona, njengomakisi olumkileyo, ndabeka umsekelo, uti ke omnye ake pezu kwawo. Kodwa mabalumke bonke ngabanye ukuba bati nina ukwaka pezu kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokobabalo lukaThixo endababalwa ngalo, ndithi, ngokomakhi osisilumko, ndibeke ilitye lesiseko, athi ke omnye akhe phezu kwalo; ke elowo makakhangele ukuba uthini na ukwakha kwakhe phezu kwalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokobabalo lukaThixo endababalwa ngalo, ndithi, ngokomakhi osisilumko, ndibeke ilitye lesiseko, athi ke omnye akhe phezu kwalo; Ke elowo makakhangele ukuba uthini na ukwakha kwakhe phezu kwalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngesisa endisenzelwe nguThixo ndasibeka isiseko ngokwegcisa lomakhi. Omnye ke wakha phezu kwaso. Elowo ke makayigqale indlela akha ngayo phezu kwesi siseko.