1 Corinthians 3:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba umntu uyonakalisa yona itempile katixo, utixo uya kwonakalisa kwa yena lowo; ngokuba itempile katixo iyingcwele, eniyiyo nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba umntu uyayonakalisa itempile kaThixo, uThixo womonakalisa lowo; kuba itempile kaThixo ingcwele; ninjalo ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba umntu uyayonakalisa itempile kaThixo, uThixo womonakalisa lowo; kuba itempile kaThixo ingcwele, niyitempile ke nina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba umntu uyayonakalisa indlu kaThixo, uThixo uya kumohlwaya, kuba indlu kaThixo ingcwele – nina ke niyiloo ndlu.