1 Corinthians 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke makungabiko namnye oqa̔yisayo ebantwini. Ngokuba zonke izinto zizezenu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke makungabikho namnye uqhayisa ngabantu: kuba izinto zonke zezenu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke makungabikho namnye uqhayisa ngabantu; Ngokuba zonke izinto zezenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke makungabikho namnye uqhayisa ngezinto ezenziwa ngabantu. Kaloku izinto zonke zezenu: