1 Corinthians 3:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina pofu u‐Paulusi, ngubanina no‐Apolosi, kupela ukuba ngabakonzi enakolwayo ngabo, kwa njengokuba inkosi yabanika ngabanye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ungubani na yena uPawulos? engubani na yena uApolo?Ingabalungiseleli nje kuphela, enakholwa ngabo, njengokuba iNkosi yamnikayo ulowo nalowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Engubani na yena uPawulos? engubani na yena uApolo? Ingabalungiseleli nje kuphela, enakholwa ngabo, njengokuba iNkosi yamnikayo ulowo nalowo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ndingubani mna Pawulos, engubani yena uApolo? Sizizicaka nje zikaThixo kuphela, ezinincedayo ukuba nikholwe. Umntu ngamnye kuthi wenza umsebenzi awunikwe yiNkosi.