1 Corinthians 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke notyalayo akaluto, nonyelayo akaluto; eyona nto ngutixo omilisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke lowo utyalayo akalutho, nalowo unkcenkceshayo akalutho; oyinto nguThixo lo uhlumisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke lowo utyalayo akalutho, nalowo unkcenkceshayo akalutho; ke nguThixo okhulisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke lowo utyalayo akabalwa, nalowo unkcenkceshelayo akabalwa; obalulekileyo nguThixo, yena ukhulisayo.