1 Corinthians 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba singabasebenzisi bakatixo: nina niyintsimi katixo, nisisakiwo sikatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba thina singabasebenzisi bakaThixo; nina niyintsimi kaThixo, nisisakhiwo sikaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba singabasebenzi kunye noThixo; intsimi kaThixo nina, nisisakhiwo sikaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thina singabancedisanayo emsebenzini kaThixo; intsimi kaThixo ke nini. Ngenye indlela nisisakhiwo sikaThixo.