1 Corinthians 4:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andiziba̔li ezizinto kuni ukunenzela intloni, kodwa njengabantwana bam abatandiweyo ndiyaniluleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo nto andizibhaleli ukuba nidane; ndiyaniluleka njengabantwana bam abathandekayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezi zinto andizibhaleli ukuba nidane; ndiyaniluleka njengabantwana bam abathandekayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezi zinto andizibhaleli kuba nenyele; hayi, ndizibhalela ukuniluleka. Kaloku ningabantwana bam endibathandayo.