1 Corinthians 4:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndohla ndize kuni, xeshekweni inkosi itandayo, ndazi ke, kungabi lilizwi labo bavuteleneyo, kube ngamandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuza ke kuni kamsinya, ukuba iNkosi ithe yavuma, ukuze ndinganeli kukwazi ukuthetha kwabakhukhumeleyo, ndazi amandla abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuza ke kuni kamsinya, ukuba iNkosi ithe yavuma, ukuze ndinganeli kukwazi ukuthetha kwabakhukhumeleyo, ndazi amandla abo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kunihambela kamsinya, emandleni eNkosi, ukuze ndinganeli nje kuva kucikoza kwâbo bazidlayo, kodwa ndiwubone nomsebenzi wabo.