1 Corinthians 4:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako kufunelwa emagoseni, ukuba umntu afunyanwe enyanisekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ke, kufuneka kuwo amagosa, ukuba ulowo kuwo afumaneke ethembekile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ke, kufuneka kuwo amagosa, ukuba ulowo kuwo afumaneke ethembekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into elindelekileyo ke kumagosa kukuba ahlale ethembekile.