1 Corinthians 4:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kum yinto encinanana ukuba ndibuzwe nini, umhlaumbi, ngumbuzo wabantu; ewe nam andizibuzi ngokwam:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kum ke yeyona nto incinanana, ukuba ndincinwe nini, nayimini yamatyala yabantu; ke andizincini nam ngokwam,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kum ke yeyona nto incinanana, ukuba ndincinwe nini, nayimini yamatyala yabantu; kodwa andizigwebi okwam,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna andikunanze nganto ukuziphendulela kuni okanye enkundleni eyeyabantu. Ewe, nam andiziphicothi ngokwam.