1 Corinthians 4:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ndingazeli nanto ngakum; noko akungako oku endigwetyelweyo: kodwa lowo undibuzayo u yinkosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba andizazeleli, nto; noko andigwetyelwe, koko;ondincinayo ke yiNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba andizazeleli, nto; noko andigwetyelwe, koko; ondincinayo ke yiNkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho nto ndinasazela ngayo, kodwa loo nto ayithethi kuthi ndimsulwa. Kaloku umgwebi wam yiNkosi.