1 Corinthians 4:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngubanina okwenza wahluke? kanjalo yinto nina unayo ongayamkelanga? kodwa ukuba wayamkela, uqa̔yisela nina, njengokungati akwayamkela?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngubani na okubalulayo kwabanye? Yintoni na ke onayo ongayamkeliswanga? Phofu ke, ukuba wamkelisiwe, uqhayiselani na, ngathi akwamkeliswanga?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngubani na okubalulayo kwabanye? Yintoni na ke onayo ongayamkeliswanga? Phofu ke, ukuba wamkelisiwe, uqhayiselani na, ngathi akwamkeliswanga?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ngubani othe wena ubalulekile kunabanye; iyintoni yona onayo ongayiphiwanga nguThixo? Phofu ke, ukuba uphiwe, uqhayiselani ngokungathi akuphiwanga?