1 Corinthians 4:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nise nihlutisiwe, nise nityebile, nipete ubukosi ngapandle kwetu: he, anaba napata ubukosi! ukuze nati sipate ubukosi kunye nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Senihluthi, senizizityebi, nalawula ningenathi; akwaba ke kambe beningabalawuli, ukuze nathi silawule kunye nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku senihluthi, senizizityebi, nalawula ningenathi. Ndiyathanda ke ukuba kambe beningabalawuli, ukuze nathi silawule kunye nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngathi senide nadikwa njê; ngathi senizizityebi njê; ngathi senide naziinkosi njê, ndingekabi yiyo nam! Akwaba beniziinkosi nyhani-nyhani, ukuze nam ndibuxhamle ubukhosi obo benu!