1 Corinthians 4:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisiba utixo usivelisile tina bapostile sibe ngabokugqibela, njengabo bamiselweyo ukufa: kuba senziwe isibonelo kulo ilizwe, nakuzo ingelosi, nakubo abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngathi mna, uThixo thina bapostile usivelise mva, sanga singabamiselwe ukufa; kuba sanekwe senziwa intlekisa kulo ihlabathi, nakwizithunywa zezulu, nakubantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngathi mna uThixo thina bapostile usivelise mva, sanga singabamiselwe ukufa; kuba sanekwe senziwa intlekisa kulo ihlabathi, nakwizithunywa zezulu, nakubantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kum ngathi uThixo thina *bathunywa bakhe usinika eyona ndawo iphantsi, ngathi singabamiselwe ukufa, senziwe umboniso oyintlekisa ehlabathini, kwizithunywa zezulu nasebantwini.