1 Corinthians 6:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naye nibe ningabanjalo nina inxenye: koko nibe nihlanziwe, koko nibe ningcwalisiwe, koko nibe nigwetyelwe egameni lenkosi u‐Yesu, na kumoya katixo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Naye ninjalo ke inxenye yenu; kuloko nahlanjululwayo, kuloko nangcwaliswayo, kuloko nagwetyelwayo egameni leNkosi uYesu, nangoMoya kaThixo wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye ninjalo ke inxenye yenu; kuloko nahlanjululwayo, kuloko nangcwaliswayo, kuloko nagwetyelwayo egameni leNkosi uYesu, nangoMoya kaThixo wethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti abanye kuni babenjalo kanye, kodwa nahlanjwa, nenziwa imilowo, naba ngamalungisa phambi koThixo ngenxa yegama leNkosi uYesu nangoMoya kaThixo wethu.