1 Corinthians 6:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke izinto ndizivunyelwe, koko zingezizo zonke izinto ezi ndi lungeleyo; zonke izinto ndizivunyelwe, koko ndingayi kubanjwa ngapantsi kwamandla ento nanye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke.Zonke izinto zivumelekile kum, noko asindim oya kubekwa phantsi kwagunya lelayiphi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke. Zonke izinto zivumelekile kum, noko asindim oya kubekwa phantsi kwagunya lelayiphi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubani unokuthi: “Zonke izinto zivumelekile kum.” Ewe, kunjalo, kodwa azikulungelanga zonke. Nam bendinokuthi: “Zonke izinto zivumelekile kum;” kodwa ngekhe ndinikezele ukuze ndilawulwe nayiyiphi na into.