1 Corinthians 6:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anazi yinina, okokuba lowo unamatelayo kumpinyiswa ungumzimba mnye? ngokuba esiti: Abo babini boba yinyama nye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anazi na, ukuba onamathele kulo ihenyukazi, umzimba mnye nalo? Kuba kuthiwa, Abo babini boba nyama-nye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yintoni na? Anazi na, ukuba onamathele kulo ihenyukazi, umzimba mnye nalo? Kuba babini, utsho, baya kuba nyama-nye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba anazi na ukuba ozimanya nesifebe umzimba mnye naso? Kaloku *iziBhalo zithi: “Abo babini boba mzimba mnye.”