1 Corinthians 6:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Balekani umbulo. Zonke izono asukuba ezenza umntu, zingapandle kwomzimba; kodwa owenza umbulo, uyonela owake umzimba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wubalekeni umbulo. Zonke izono athe umntu wazenza, zingaphandle komzimba; ke lowo wenza umbulo, wona owakhe umzimba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wubalekeni umbulo. Zonke izono athe umntu wazenza, zingaphandle komzimba; ke yena owenza umbulo, wona owakhe umzimba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kucezeleni ukurheletya. Ezinye izono umntu anokuzenza aziwungcolisi umzimba, kodwa yena umrheletyi wona umzimba wakhe.