1 Corinthians 6:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anazi na okokuba abangcwele boligweba ilizwe? Kekaloku ukuba lona ilizwe liyagwetywa ngani, nikohliwe na ngamatyala amancinanana?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anazi na, ukuba abangcwele aba baya kuligweba ihlabathi?Ukuba ke ihlabathi ligwetywa phambi kwenu, anikufanele na ukuwathetha awona mancinanana amatyala?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Anazi na, ukuba abangcwele aba baya kuligweba ihlabathi? Ukuba ke ihlabathi ligwetywa phambi kwenu, anikufanele na ukuwathetha awona mancinanana amatyala?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Anazi na ukuba amakholwa aya kuligweba ihlabathi? Ukuba ke ihlabathi liya kugwetywa nini, ningathini ke ukuxakwa kukuthetha nawona mancinci amatyala?