1 Corinthians 6:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba benitengiwe ngenani: dumisani ke ngoko utixo, emzimbeni wenu, nasemoyeni wenu, eye katixo yomibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nathengwa ngexabiso. Mzukiseni ke uThixo ngomzimba wenu nangomoya wenu, izinto ezizezikaThixo ezo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nathengwa ngexabiso. Mzukiseni ke uThixo ngomzimba wenu nangomoya wenu, izinto ezizezikaThixo ezo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ningabakaThixo owanithenga ngexabiso elikhulu. Mdumiseni ke uThixo ngemizimba yenu.