1 Corinthians 6:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anazi na okokuba siya kugweba ingelosi? kangakananina ngakumbi ke izinto zobubomi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anazi na, ukuba siya kugweba izithunywa zezulu? Kobeka phi na ke kwizinto zobu bomi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Anazi na, ukuba siya kugweba izithunywa zezulu? Kobeka phi na ke kwizinto zobu bomi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thina siya kugweba nkqu nezithunywa zezulu, singathini ukuxakwa kukugweba izinto zobu bomi?