1 Corinthians 6:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ngoko ninawo amatyala ezinto zobubomi, bahlaliseni abo bangenakubekwa eṙementeni ukuba aba babe ngabagwebi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa sukuba ke ngoko nisiya ematyaleni ngezinto zobu bomi, nimisa abo bangento kulo ibandla, ukuba kugwebe bona na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa sukuba ke ngoko nisiya ematyaleni ngezinto zobu bomi, nimisa abo bangento kulo ibandla, ukuba kugwebe bona na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningathini ke ukusuka niye ematyaleni ngezinto zobu bomi, ukuze amatyala enu athethwe ngabantu abangento ebandleni?