1 Corinthians 7:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa xeshekweni aka ahlukane nayo, makahlale engendi, umhlaumbi makaxoliswane nendoda yake: nokuba indoda mayingalahli umfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(ke ukuba uthe wahlukana nayo, makahlale angendi, okanye makaxolelaniswe nendoda yakhe); indoda mayingamali umfazi wayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke ukuba uthe wahlukana nayo, makahlale angendi, okanye makaxolelaniswe nendoda yakhe; indoda mayingamali umfazi wayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ukuba uthe wahlukana nayo, makahlale angatshati, okanye makaxolelaniswe nendoda yakhe. Indoda ke yona mayingamali umkayo.