1 Corinthians 7:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo umfazi osukuba enendoda engakolwayo, iti yona ivume ukuhlala naye, makangayilahli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nomfazi onendoda engakholiweyo, ize yona ithande ukuhlala naye, makangayali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nomfazi onendoda engelokholwa, ize yona ithande ukuhlala naye, makangahlukani nayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nomfazi onendoda engelokholwa, ize yona ithande ukuhlala naye, makangahlukani nayo.