1 Corinthians 7:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba lowo ongakolwayo uyazahlula, makazahlule ke. Umzalwana umhlaumbi udade akabekwa ebukonzweni ezintweni ezinjalo: kodwa utixo usibizile sibe seluxolweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ke ukuba lowo ungakholiweyo uyahluka, makahluke;umzalwana nokuba ngudade akabotshelelwe, xa kunjalo; ke uThixo usibizele eluxolweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke ukuba lowo ungakholiweyo uyahluka, makahluke; umzalwana nokuba ngudade akabotshelelwe, xa kunjalo; ke uThixo usibizele eluxolweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba lowo ungelokholwa uyahlukana nalowo ukholwayo, makayekwe. Xa kunjalo indoda leyo ikholwayo nokuba ngumfazi akabotshelelwanga. Kaloku uThixo wasibizela ukuhlala ngoxolo.