1 Corinthians 7:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba usazi nganina, mfazi! ukuba akuyi kusindisa indoda yako? umhlaumbi uyazi nganina, ndoda! ukuba akuyi kusindisa umfazi wako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, wazi ngani na, mfazi, ukuba woyisindisa indoda yakho?Wazi ngani na, ndoda, ukuba womsindisa umfazi wakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, wazi ngani na, mfazi, ukuba woyisindisa indoda yakho? Wazi ngani na, ndoda, ukuba womsindisa umkakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanene wazi ngani na, wena mfazi, ukuba akuyi kuyisindisa indoda yakho? Wena ndoda, wazi ngani na ukuba akuyi kumsindisa umfazi wakho?