1 Corinthians 7:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kupela, njengokuba utixo wababela bonke ngabanye, njengokuba inkosi ibabizile bonke ngabanye, mabahambe kwa njalo. Ndiyamisela nangokunjalo kuzo zonke iṙemente.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke, njengoko uThixo wamabelayo ulowo, njengoko iNkosi imbizileyo ulowo, makahambe ngokunjalo. Ndimisa ngokunjalo ke kuwo onke amabandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, njengoko uThixo wamabelayo ulowo, njengoko iNkosi imbizileyo ulowo, makahambe ngokunjalo. Ndimisa ngokunjalo ke kuwo onke amabandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Elowo makahlale ekwimeko ayiphiwe yiNkosi, imeko awabizwa nguThixo ekuyo. Nantso ke into endiyifundisayo kuwo onke amabandla.