1 Corinthians 7:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko na owabizwa engowalukileyo? makangazenzi ongalukileyo. Kuko na owabizwa esekungalukini, makangaluki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho mntu wabizwa engowalukileyo na? Makangazenzi ongalukileyo. Kukho mntu wabizwa engalukanga na? Makangaluki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho mntu wabizwa engowalukileyo na? Makangazenzi ongalukileyo. Kukho mntu wabizwa engalukanga na? makangaluki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ubani uthe wabizwa engowalukileyo *ngokomthetho kaMosis, makangazenzi ongalukanga. Ukuba ubani uthe wabizwa engalukanga, makangaluki.