1 Corinthians 7:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukwaluka akuluto, nokungaluki akuluto; eyona nto kukugcinwa kwemiyalelo katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukwaluka oku akunto, nokungaluki oku akunto; okuyinto kukubamba imithetho kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukwaluka oku akunto, nokungaluki oku akunto; okuyinto kukubamba imithetho kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukwaluka oku akunto, nokungaluki oku akunto, eyona nto kukugcina imiyalelo kaThixo.