1 Corinthians 7:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waubizwa ulikoboka na? zungakatali kuko: koko xeshekweni ungaka wenziwe okululekileyo, kupate kona ngakumbi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabizwa ulikhoboka na? Ungakhathali koko; nokuba ke unokukhululeka, nyula kanye oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabizwa ulikhoboka na? ungakukhathaleli oko; nokuba unokukhululeka, sebenzisa kanye oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wâbizwa ulikhoboka na? Mayingakukhathazi le nto, kodwa ukuba unokukhululeka, khululeka.