1 Corinthians 7:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nditi ngoko kulungile oku ngenxa yobunzima obukoyo, — kulungele umntu ukuba njalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiba ngoko, kulungile oku ngenxa yengxakeko engeneyo, kulungile emntwini ukuthi aselehlala njengoko anjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiba ngoko, kulungile oku ngenxa yengxakeko engeneyo, kulungile emntwini ukuthi aselehlala njengoko anjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yeengxaki ezikhoyo kule mihla, ndibona ukuba kulungile ukuba umntu ahlale njengoko anjalo.