1 Corinthians 7:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubotshelwe emfazini na? zungafuni ukukululwa. Ukululwe emfazini na? zungafuni umfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubotshelelwe na emfazini? Musa ukufuna ukukhululwa kuye.Ukhululekile na emfazini? Musa ukufuna umfazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubotshelelwe na emfazini? musa ukufuna ukukhululwa. Ukhululekile na emfazini? musa ukufuna umfazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba unomfazi, musa ukufuna ukwahlukana naye; ukuba awunaye, musa ukuba samfuna umfazi.