1 Corinthians 7:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa oku ndiyakutsho, bazalwana! ixesha lifinyezelwe oko kuseleyo; ukuze bati abo banabafazi, babe njengokuba bengenabo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nditsho ke, bazalwana, ukuthi, ixesha lifinyele, ukuze kwelisaseleyo bathi nabo banabafazi, babe njengabangenabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nditsho ke, bazalwana, ukuthi, ixesha lifinyele, ukuze kwelisaseleyo bathi nabo banabafazi, babe njengabangenabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithetha ukuthi ke, mawethu, ixesha liyemka. Ke ngoko abanabafazi mababe njengabangenabo;